Ukufunda eStellenbosch

UYunivesithi yaseStellenbosch inika abafundi ithuba lokufunda, ukufundisa uphando kunye nendawo yokuhlala ekumgangatho wehlabathi. IYunivesithi ineekhampasi ezili10, iikhampasi ezintlanu kunye noluntu oludlamkileyo nolwabantu bonke abangaphezu kwama32 000 abangekabinazidanga kunye nabafundi abanezidanga, ababandakanya abafundi bezizwe ngezizwe abangaphezu kwama4 000 abaveli kumazwe ali100.

x

IsiXhosa