Engineering
Kususela kwasekusekweni kwalo ngo-1944, Kwi Sebe lezobu Njineli kwiCandelo zolwakhiwo, kwi Yhunivesithi yase Stellenbosch lisoloko lilolonga liqeqesha injineli eziphezulu kwinqanaba elikumgangatho ophezulu kwihlabalthi lonke kwaye zinegalelo kakhulu kuphuhliso loMzantsi Afrika, yaye zifunwa kakhulu kwamanye amazwe ehlabathi. Izakhono no qeqesho lwethu olubanzi luquka ezobunjineli lwamanzi, izakhiwo, ezothutho, ulwakhiwo, iindlela kunye nezonxweme. Olu qeqesho luxhobisa abafundi ngezakhono zokujongana nokuphuhlisa kwimingeni ejongene namazwe ngamazwe nakwikanva jikelele.
x
Please visit our website at civeng.sun.ac.za or click here.
Or E-mail us: civil@sun.ac.za
Or visit our Facebook page: Civil Engineering Stellenbosch
Or Instagram: @CivilEngSU